1
00:00:00,000 --> 00:00:01,609


2
00:00:16,052 --> 00:00:18,101
Awazi na

3
00:00:18,101 --> 00:00:20,398
Ukuba sonke silapha ukuze sikhule?

4
00:00:20,398 --> 00:00:22,218
Awazi?

5
00:00:22,218 --> 00:00:24,616
Ukuba okuncinci kungcono?

6
00:00:24,616 --> 00:00:28,371
Awazi?

7
00:00:28,371 --> 00:00:32,145
Awazi?

8
00:00:32,145 --> 00:00:35,871
Ucinga ukuba awunayo ingako

9
00:00:35,871 --> 00:00:39,647
Kodwa wena unayo yonke into ezandleni zakho

10
00:00:39,647 --> 00:00:44,756
Akukho nto ingenakwenzeka kwabo bakholwayo

11
00:00:44,756 --> 00:00:48,186
Kwabo bakholwayo

12
00:00:48,186 --> 00:00:52,287
Masime!

13
00:00:52,287 --> 00:00:56,329
Singaphakama

14
00:00:56,329 --> 00:01:00,180
Kude kube leli hlabathi liguqulwe libe lentsha

15
00:01:00,180 --> 00:01:02,797
Ewe, siya kunyuka!

16
00:01:02,797 --> 00:01:04,595
Siza kunyuka!

17
00:01:04,595 --> 00:01:08,643
Masime!

18
00:01:08,643 --> 00:01:12,626
Singaphakama

19
00:01:12,626 --> 00:01:16,764
Kude kube eli hlabathi liguqulwe libe leli litsha

20
00:01:16,764 --> 00:01:19,307
Ewe, siya kukhula!

21
00:01:19,307 --> 00:01:22,274
Siza kuzabalaza ukufikelela encotsheni!

22
00:01:22,274 --> 00:01:23,732
Awazi?

23
00:01:23,732 --> 00:01:26,084
Ingaba umlomo wakho sisikhokelo sakho?

24
00:01:26,084 --> 00:01:27,810
Awazi?

25
00:01:27,810 --> 00:01:30,094
Ngaba la magama akukhombisa indlela?

26
00:01:30,094 --> 00:01:34,329
Awazi?

27
00:01:34,329 --> 00:01:37,728
Awazi?

28
00:01:37,728 --> 00:01:41,504
Ucinga ukuba awunayo ingako

29
00:01:41,504 --> 00:01:45,328
Kodwa wena unayo yonke into ezandleni zakho

30
00:01:45,328 --> 00:01:50,375
Akukho nto ingenakwenzeka kwabo bakholwayo

31
00:01:50,375 --> 00:01:53,665
Kwabo bakholwayo

32
00:01:53,665 --> 00:01:57,933
Masime!

33
00:01:57,933 --> 00:02:01,957
Singaphakama

34
00:02:01,957 --> 00:02:05,871
Kude kube leli hlabathi liguqulwe libe lentsha

35
00:02:05,871 --> 00:02:08,496
Ewe, siya kunyuka!

36
00:02:08,496 --> 00:02:10,239
Siza kunyuka!

37
00:02:10,239 --> 00:02:14,169
Masime!

38
00:02:14,169 --> 00:02:18,240
Singaphakama

39
00:02:18,240 --> 00:02:22,267
Kude kube leli hlabathi liguqulwe libe lentsha

40
00:02:22,267 --> 00:02:24,893
Ewe, siya kukhula!

41
00:02:24,893 --> 00:02:32,040
Siza kuzabalaza ukufikelela encotsheni!

42
00:02:42,892 --> 00:02:47,143
Masime!

43
00:02:47,143 --> 00:02:50,982
Singaphakama

44
00:02:50,982 --> 00:02:55,185
Kude kube leli hlabathi liguqulwe libe lentsha

45
00:02:55,185 --> 00:02:57,630
Ewe, siya kunyuka!

46
00:02:57,630 --> 00:02:59,471
Siza kunyuka!

47
00:02:59,471 --> 00:03:03,542
Masime!

48
00:03:03,542 --> 00:03:07,416
Singaphakama

49
00:03:07,416 --> 00:03:11,519
Kude kube leli hlabathi liguqulwe libe lentsha

50
00:03:11,519 --> 00:03:14,121
Ewe, siya kuvuka!

51
00:03:14,121 --> 00:03:17,738
Siza kuvuka kwakhona!

52
00:03:17,738 --> 00:03:34,320
Ndiyazi ukuba siza kunyuka!

